Umshumayeli 2:24-25

Umshumayeli 2:24-25 XHO1902A

Akuko nto elungele umntu ngapezu kwokuba atye, asele, awuvise umpefumlo wake ubuyolo kuwo umzamo wake. Ndayibona nalento ukuba yavela esandleni SIKATIXO. Ngokuba ngubanina ongatyayo, ngubanina onganxamelayo, ngapezu kwam?