Akungokulunga kwako, nangolungelelwano lwentliziyo yako, uyayo ukulifuya ilizwe lazo: koko kungokukohlakala kwezintlanga UYEHOVA, UTIXO wako, azigqogqayo pambi kwako, nangokuba eya kuliqinisa ilizwi, owabefunga ngalo UYEHOVA koyihlo bako, ku‐Abrahame, ku‐Yisake, naku‐Yakobi.
Funda I‐Duteronomi 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 9:5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo