I‐Duteronomi 8:3

I‐Duteronomi 8:3 XHO1902A

Wakutoba ke, wakulambisa, waza wakudlisa imana, into ubungayazi, abebengayazi noyihlo bako; ukuze akwazise ukuba akungaso isonka sodwa apilayo umntu, koko kungako konke okupumayo emlonyeni KAYEHOVA apilayo umntu.