I‐Duteronomi 1:17

I‐Duteronomi 1:17 XHO1902A

Aniyi kugqalisela ubuso ekugwebeni; niya kupulapula abancinane njengokuba nipulapula abakulu; aniyi kwoyika ubuso bomntu; ngokuba umgwebo ungo KATIXO: nendawo eninqabelayo, yisondezeni kum, ndandiya kuyipulapula.