U‐Danyeli 3:29

U‐Danyeli 3:29 XHO1902A

Ngako ndiyawenza umteto, ukuba bonke abantu, izizwe, nenteto, abaya kuteta into engalungileyo ngakuye UTIXO wabo o‐Shadraki, no‐Meshaki, no‐Habedi‐nego, baya kuhlahlwa, ziti izindlu zabo zenzwe imfumba yenkunkuma; ngokuba kungeko tixo wumbi ongahlangulayo ngokunje.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Danyeli 3:29