Wapendula u‐Danyeli ebusweni bokumkani, wati: Imfihlakalo ebuzwayo ngukumkani akangeyixele amalumko, nabanyangi, nencibi, namatola, kukumkani; kodwa kuko UTIXO ezulwini ozityilayo imfihlakalo, owazisile ukumkani u‐Nebukanetsare oko okuza kubako emihleni yokupela. Ipupa lako, nemiboniso yentloko yako upezu kwomandlalo wako, yiyo le
Funda U‐Danyeli 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Danyeli 2:27-28
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo