Zaziya kusuka ingalo ngenxa yake, eziya kunco̔lisa eyingcwele indawo, inqaba, zilisuse idini elifuti, ziyibeke into ezondekileyo eci̔takalisayo. Nabo benzayo ngokukohlakeleyo ngakulo ucebano uya kubonakalisa ngezibongo; kodwa abantu abamaziyo UTIXO wabo baya kwomelela, benze nokwenza.
Funda U‐Danyeli 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Danyeli 11:31-32
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo