U‐Danyeli 10:12

U‐Danyeli 10:12 XHO1902A

Waza wati kum: Zungoyiki, Danyeli! ngokuba kowokuqala umhla ubuyibeka intliziyo yako ukuqonda, nokuzibandezela pambi KWOTIXO wako, ebeviwa amazwi ako; ndize nam ngenxa yamazwi ako.