Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Danyeli 1:20

U‐Danyeli 1:20 XHO1902A

Nendawo zonke zobulumko nengqondo, owababuza ngazo ukumkani, wabafumana belumkile ngamanani alishumi pezu kwazo zonke incibi nabanyangi abasebukumkanini bake bonke.