Makungabiko mntu ngoko onigwebayo ekutyeni, imhlaimbi ekuseleni, imhlaimbi endaweni yomtendeleko, imhlaimbi yenyanga etwasileyo, imhlaimbi yesabata; ezisisitunzi sezinto eziza kuza, kodwa wona umzimba ungoka‐Kristu.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 2:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo