Kekaloku akuba ebehleli pakati kwabo imihla engepezu kweshumi, wehla waya e‐Kesareya; waza ngomnye umhla, ehleli pantsi esihlalweni sokugweba, waxela ukuba u‐Paulusi aziswe. Wati akufika, ema ama‐Juda abehlile e‐Yerusaleme ngokungqonga, ebeka amatyala amaninzi anzima ngakuye u‐Paulusi, abekohlwa ukuwaqinisa ngezizatu
Funda Izenzo zabapostile 25
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Izenzo zabapostile 25:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo