Izenzo zabapostile 1:10-11
Izenzo zabapostile 1:10-11 XHO1902A
Naxeshekweni bebejongela ngasezulwini ekumkeni kwake, bona ke, amadoda amabini ebemi kufupi nabo enezivato ezimhlope; abesitsho kanjalo ukuti: Madoda ase‐Galili! yinina ukuba nimi nikangela ezulwini? lo u‐Yesu obenyuswa kuni wasiwa ezulwini, uya kuza njalo njengokuba nimbonile esiya ezulwini.