Waza u‐Davide wati kuye: Ungoyiki; ngokuba ndiya kukwenzela ububele ngenyaniso, ngenxa ka‐Jonatane uyihlo, ndibuyisele kuwe onke amasimi ka‐Saule uyihlo; nawe uya kumana ukudla isonka ngasetafileni yam.
Funda Eyesibini ka‐Samyali 9
Share
Compare All Versions: Eyesibini ka‐Samyali 9:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos