Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 3:9
Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 3:9 XHO1902A
Yona INKOSI ayilibaleli okwesitembiso sayo, njengokuba besiba inxenye kukulibala; kuloko inokuzeka kade ngakuti, ingafuni ukuba namnye atshabalale, ifuna ukuba bonke bangene elugqobokweni ke.