Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 2:1

Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 2:1 XHO1902A

KODWA kwabekuko nabaprofite ababuxoki pakati kwabantu, njengokuba kuya kubako abafundisi ababuxoki napakati kwenu, abo abaya kuti ngokunyebelezisa bangenise izahlukaniso ezitshabalalisayo, bekanyela nenkosi yabatengayo, ezihlisela intshabalalo ezayo kamsinya.