Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:8

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:8 XHO1902A

Kanjako UTIXO unamandla ukwenza ufefe lwonke lukolise ukunandela, ukuze niti, ninokwanela konke ezintweni zonke ngamaxesha onke, nikolise ukwandela yonke imisebenzi elungileyo