Ngokuba uluntu lwonke lunjengenca, nabo bonke ubungcwalisa bomntu bunjengembali yenca: yona inca iyabuna, nembali yayo iyavutuluka; kodwa ilizwi LENKOSI lihlala lihleli kude kube ngunapakade. Lilo eli ke ilizwi elishunyayelweyo ngevangeli kuni.
Funda Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 1:24-25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo