Eyokuqala yokumkani 18:21

Eyokuqala yokumkani 18:21 XHO1902A

Wandula u‐Elija wasondela kubo bonke abantu, wati: Kwoda kube ninina nipala pakati kwezizindlo zibini? ukuba NGUYEHOVA ONGUTIXO, mlandeleni yena; kodwa ukuba ngu‐Bali, mlandeleni yena. Koko abantu bebengampenduli nazwi nye.