Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:6-8
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:6-8 XHO1902A
Akulungile ukuqa̔yisela kwenu. Anazi na ukuba igwele elincinane liyabilisa lonke isimba lentlama? Gecani ngoko nipumise igwele elidala, ukuze nibe lisimba lentlama elitsha, njengokuba ningabo abangenagwele. Ngokuba ipasika yetu nayo isibingelwe, kwa u‐Kristu. Kwa njalo ke masenze umtendeleko, kungabi ngalo igwele elidala, kungabi nangalo igwele lolunya nobumenemene, kube ngesonka esingenagwele sobunene nenyaniso.