Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:2

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:2 XHO1902A

kubo abayiṙemente KATIXO ese‐Korinte, abangcwalisiweyo ku‐Kristu Yesu, ababiziweyo ukuba ngabangcwele, kunye nabo bonke ababizayo egameni LENKOSI yetu u‐Yesu Kristu kuzo zonke indawo, kwa neyabo neyetu i‐Nkosi