Eyokuqala yezikronike 10:13-14
Eyokuqala yezikronike 10:13-14 XHO1902A
Kwa njalo wabuba u‐Saule ngesigqito sake wagqita ngaso ngakuye UYEHOVA, ngakulo ilizwi LIKAYEHOVA, elo abengaligcinanga; nangokuba wacebisana nomshologu, kuze kubuzwe kuwo; engabuzanga nje KUYEHOVA: wati ke ngoko wamfisa, nobukumkani wabuguqulela ku‐Davide unyana ka‐Jese.