Entlakohlaza celan' imvula *kuNdikhoyo. Nguye umenzi wamafu esiphango. Abantu ubanika izandyondyo zemvula, amadlelo uwatsho avelisele abantu uhlaza.
Funda UZAKARIYA 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UZAKARIYA 10:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo