UNCUTHU LWENGOMA 1:4

UNCUTHU LWENGOMA 1:4 XHO96

Khawulezisa, ndithathe simke! Masiye entangeni yakho, kumkani! Siya kugcoba sivuye ngawe! Uthando lwakho luyancomeka ngaphezu kwewayini; iintombi zifanele ukuthi phithi nguwe.