KWABASEROMA 1:22-23
KWABASEROMA 1:22-23 XHO96
Bazicingela ukuba bazizilumko, ukanti baziziyatha. Bashiye ubuqaqawuli bukaThixo ongafiyo, baya kukhonza umfanekiso womntu ofayo, noweentaka, nowezilo ezizitho zine, nowezilo ezirhubuluzayo.