Wayetsho ngamehlo abukhali ngathi avutha umlilo; ethe jize izithsaba ezininzi entloko. Wayenombhalo wegama elalingaziwa bani ngaphandle kwakhe. Wayethe wambu ingubo eyayilijaja ligazi. Igama abizwa ngalo nguLizwi kaThixo.
Funda ISITYHILELO 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: ISITYHILELO 19:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo