Aa! Bayethe, Mhlekazi! Hayi uyolo lomntu omthobelayo *uNdikhoyo, oyilangazelelayo imiyalelo yakhe. Inzala yakhe iya kuba nobungangamsha elizweni; isizukulwana samalungisa sothamsanqeleka.
Funda IINDUMISO 112
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 112:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo