IINDUMISO 111:10

IINDUMISO 111:10 XHO96

Isiseko sobulumko kukuthobela uNdikhoyo. Abayenzayo ke le nto baba nengqiqo eyiyo. Ewe, makadunyiswe nanini-nanini!