IZILILO 2:19

IZILILO 2:19 XHO96

Vukani nihlahlambe ebusuku ekungeneni komlindo wobusuku; intliziyo yenu mayiphuphume okwamanzi phambi kweNkosi. Ziphakamiseleni kuyo izandla zenu, ngenxa yobomi babantwana benu abayobayo ngenxa yephango ekungeneni kwazo zonke izitalato.”