“Kambe ke ndiphulaphuleni, zingqondi: kukude lé kuThixo ukwenza ububi, kuSomandla ukwenza ubugwenxa. Kuye umntu uvuna loo nto ayilimileyo; umntu umphatha ngokwehambo yakhe.
Funda UYOBI 34
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOBI 34:10-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo