UYOHANE 12:26

UYOHANE 12:26 XHO96

Lowo usisicaka sam makandilandele, abe kunye nam apho ndikhoyo. Osisicaka sam ke uya kunikwa imbeko nguBawo.”