Ngaloo mihla nangelo xesha,” lowo ngumlomo kaNdikhoyo, “buya kufunwa ubugwenxa bukaSirayeli, kodwa bungabikho; ziya kufunwa nezono zikaJuda, kodwa zingafumaneki. Kaloku ndiya kuwaxolela loo masalela ndiwasindisayo.
Funda UJEREMIYA 50
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 50:20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo