Utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Hayi ilishwa lomntu obek' ithemba emntwini, akholose ngamandla ento eyinyama negazi, abe entliziyweni enxaxhile kuNdikhoyo. Loo mntu unjengetyholo lasentlango; akanakuze abe nempumelelo. Uya kuma ezinkqantosini, kumhlaba ongumqwebedu, umhlaba onetyuwa, apho kungahlali mntu.
Funda UJEREMIYA 17
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 17:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo