Ke yena wathi: “Ewe, ukuhamba oku ndiya kuhamba, kodwa ke uze wazi ukuba udumo lwale mfazwe aluyi kuza kuwe, kuba uNdikhoyo uya kumnikela emfazini uSisera lowo.” Ngoko ke uDibhora waya eKedeshe ehamba noBharaki.
Funda IINKOKHELI 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINKOKHELI 4:9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo