Ngubani okhe alinganise amanzi ngethende lesandla, okanye olinganisa isibhakabhaka ngesandla? Mlinganiselo mni ongavalela uthuli lomhlaba, isisiphi isikali sokulinganisa iinduli neentaba? Ngubani ongaze amazi ncam uNdikhoyo, ingubani khona omcebisayo? Kakade uThixo lo ubhenela kubani, ingubani ongamfundisa okusesikweni? Ngubani ke omphokozela ulwazi, aze ambonise indlela yobulumko?
Funda UISAYA 40
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 40:12-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo