Xa bekhala abatsho ngomxhelo wabo; basuka bazibhuqa-bhuqe emandlalweni. Baqokelelana ngenxa yokutya newayini, kodwa mna bandichasile.
Funda UHOSIYA 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UHOSIYA 7:14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo