Ukumkani ubhekise kuJosefu wathi: “Uyihlo nabantakwenu beseJiputa nje, bakowabo; bangahlala apho eGoshen, eyona ndawo inomhlaba otyebileyo. Ukuba kukho amadoda angamachule phakati kwenu, uzuwenze abelusi bemihlambi yam.”
Funda EYEZIQALO 47
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEZIQALO 47:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo