Wathi akubabona abantakwabo uJosefu, wabanakana kwangoko, kodwa wazenza ongabaziyo. Wababuza rhabaxa wathi: “Nivela phi?” Bona bathi: “Sivela eKanana. Size kuthenga ukutya.”
Funda EYEZIQALO 42
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEZIQALO 42:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo