Wahlabeka uyise, wenjenje: “Wena uya kuba kude lee nenqatha lokuchuma komhlaba; uya kuba kude lee kumbethe ovuza ezulwini. Uya kuphila ngekrele uphantsi komninawa wakho; kambe ke liya kufika ithuba apho uya kudinwa khona, uyaphule loo dyokhwe yakhe isentanyeni yakho.”
Funda EYEZIQALO 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEZIQALO 27:39-40
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo