Ukumkani ke wathi kuye: “Ngaba ufuna ntoni, kumkanikazi Estere? Uze kucela ntoni? Nantoni na oyifunayo woyinikwa, kude kuthi xhaxhe ngesiqingatha sombuso wam.” UEstere uphendule ngelithi: “Xa kukholekile kuwe, kumkani, ndicela ukuba wena ndawonye noHaman niye ethekweni endinilungiselele lona namhlanje.”
Funda UESTERE 5
Share
Compare All Versions: UESTERE 5:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos