Ewe kaloku, umxokelelwana wesiliva uya kushunquka, nesibane segolide siwe saphuke; ukanti ke nentambo phaya equleni iya kuqhawuka, nomphanda utsho ukroboke. Ke lona uthuli lwethu luya kubuyela emhlabeni, apho lwaluvele khona kakade, umoya ubuyele kuThixo njengoko wawuvela kuye.
Funda AMAVA ENGQONDI 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: AMAVA ENGQONDI 12:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo