Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:30

UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:30 XHO96

Ingqwayi-ngqwayi yafuna ukuqiniseka ngetyala awayemmangalela ngalo amaJuda uPawulos. Ithe ke ngengomso makakhululwe amatyathanga uPawulos, kubizwe ababingeleli abaziintloko kunye *neBhunga xa lilonke. Yaza ke yeza kummisa phambi kwentlanganiso uPawulos.