Ekuyikhonzeni kwabo iNkosi, bezila ukutya, uMoya oyiNgcwele wathi kubo: “Ndikhetheleni uBharnabha noSawule, ukuze benze umsebenzi endibabizele wona.” Ngoko ke bazila ukutya bathandaza, bababeka izandla, baza babandulula.
Funda UMSEBENZI WABATHUNYWA 13
Share
Compare All Versions: UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos