Yiyo ke le nto ndihlala ndinithandazela. Ndisoloko ndimcela uThixo ukuba anifanelise ubizo lwenu. Wanga anganipha amandla okunqwenela ukwenza okulungileyo, anigqibezelele umsebenzi eniwenze niqhutywa lukholo.
Funda 2 KWABASETESALONIKA 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 2 KWABASETESALONIKA 1:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo