Kuloo nkxwaleko ke uManase wazicengezela kuNdikhoyo uThixo wakhe, wazithoba warhuqa phantsi phambi koThixo wooyise. Akuthandaza ke, uNdikhoyo wachukumiseka sisikhungo sakhe, wakuphulaphula ukuzibika kwakhe; ngoko ke wambuyisela embusweni wakhe eJerusalem. Watsho waqonda ke uManase ukuba uNdikhoyo nguThixo.
Funda 2 YEZIGANEKO 33
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 2 YEZIGANEKO 33:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo