Mandinazise le nto benikade ningayazi: Asiyi kufa sonke; kodwa ngesiquphe, ngephanyazo, siya kwenziwa kumila kumbi sonke, xa kukhala ixilongo lokugqibela. Kuba liya kuvakala ixilongo; abafileyo baya kuvuswa sebenemo engasenakufa, senziwe kumila kumbi sonke.
Funda 1 KWABASEKORINTE 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 1 KWABASEKORINTE 15:51-52
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo