Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

IINDUMISO 12:5

IINDUMISO 12:5 XHO75

Ngenxa yokubhuqwa kweentsizana, ngenxa yokuncwina kwamahlwempu, Ndiya kusuka ndime ngoku, utsho uYehova; Ndiya kumbeka elusindisweni lowo ululangazelelayo.