IMIZEKELISO 2:1-5

IMIZEKELISO 2:1-5 XHO75

Nyana wam, ukuba uthe wazamkela iintetho zam, Wayiqwebela kuwe imithetho yam, Ukuze uyibazele ubulumko indlebe yakho, Uyithobele ukuqonda intliziyo yakho; Ewe, ukuba uthe wayibiza ingqondo, Walisa ekuqondeni ilizwi lakho; Ukuba uthe wabufuna njengesilivere, Wabumba njengobutyebi obuselelweyo: Ùya kwandula ukukuqonda ukoyika uYehova, Ukufumane ukumazi uThixo

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IMIZEKELISO 2:1-5