kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; úya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa. Kuba kum mna, ukudla ubomi kunguKristu, ukufa kuyinzuzo.
Funda KWABASEFILIPI 1
Share
Compare All Versions: KWABASEFILIPI 1:20-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos