Indlebe yakho mayikhe ibázeke, namehlo akho makhe avuleke, ukuze uwuphulaphule umthandazo womkhonzi wakho, endiwuthandazayo phambi kwakho ngoku, imini nobusuku, ngenxa yoonyana bakaSirayeli, abakhonzi bakho; nokuzixela kwam izono zoonyana bakaSirayeli, esoné ngazo kuwe, Mna nendlu kabawo sonile
Funda UNEHEMIYA 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UNEHEMIYA 1:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo