Wathi uYehova, Kungenxa enokuba bewushiyile umyalelo wam, endawubeka phambi kwabo, àbaliphulaphula ilizwi lam, àbahamba ngawo. Balandela ubungqola bentliziyo yabo, balandela ooBhahali,• into abayifundiswa ngooyise.
Funda UYEREMIYA 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYEREMIYA 9:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo